Uyoshuwa 2:22 Ibhayibhile (XHO96)

Ezo ntlola zabaleka, zaya kuzimela ezintabeni, zahlala apho iintsuku ezintathu. Amadoda ayethunywe ngukumkani azikhangela kulo lonke ngasendleleni engazifumani, ada ancama abuyela eJeriko.

Uyoshuwa 2

Uyoshuwa 2:16-24