Uyoshuwa 19:1-5 Ibhayibhile (XHO96)

1. *Iqashiso lesibini laphumela isizwe sakwaSimon ngokwezindlu zaso. Ilifa laso lalikummandla wakwaJuda.

2. Umhlaba wakwaSimon wawuquka iBheshebha, iShebha, iMolada,

3. iHazare-shuwali, iBhala, ne-Ezem,

4. iEltoladi, iBhetuli, iHoma,

5. iZikelagi, iBhete-markabhoti, iHazare-susa,

Uyoshuwa 19