Uyoshuwa 10:8 Ibhayibhile (XHO96)

Waza *uNdikhoyo wathi kuYoshuwa: “Uze ungaboyiki. Sendibanikele esandleni sakho. Akukho nanye kwezo kumkani enokumelana nawe.”

Uyoshuwa 10

Uyoshuwa 10:2-10