Uyoshuwa 10:32 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo wayinikezela iLakishe ezandleni zamaSirayeli, waza uYoshuwa wangena kuyo ngosuku lwesibini. Isixeko nabo bonke abakuso wasitshabalalisa njengoko wênjenjalo eLibhena.

Uyoshuwa 10

Uyoshuwa 10:26-35