Uyoshuwa 10:11 Ibhayibhile (XHO96)

Ngeli xesha babaleka amaSirayeli ukuhla ithambeka, uNdikhoyo wabatyhumfuza ngesichotho konke ukwenjenjeya ukuya eAzeka. Abaninzi bafa sisichotho ngaphezu kokubulawa ngamaSirayeli.

Uyoshuwa 10

Uyoshuwa 10:7-14