17. Sokuthobela kanye ngalaa ndlela sasithobela uMosis ngayo. Akwaba uNdikhoyo uThixo wakunceda njengoko wamncedayo uMosis.
18. Nabani na ophikisana nawe, angawathobeli amazwi akho, angenzi nantoni na usiyalelayo, wobulawa. Nto nje yomelela wena, ukhaliphe!”