Uyohane 8:49-51 Ibhayibhile (XHO96)

49. Waphendula uYesu wathi: “Andinandimoni mna. Ndihlonela uBawo, kodwa nina anindihloneli.

50. Mna andizifuneli wonga; ukho ondifunelayo; yena uyandilamlela.

51. Ndithi kuni, inene, ukuba umntu uthe wawagcina amazwi am, soze afe naphakade.”

Uyohane 8