Uyohane 5:24 Ibhayibhile (XHO96)

“Ndithi kuni, inene, lowo uwevayo amazwi am, abe ekholwa kulowo undithumileyo, unobomi obungunaphakade. Yena akayi kugwetywa nokugwetywa, kuba selephumile ekufeni wangena ebomini.

Uyohane 5

Uyohane 5:23-30