Uyohane 5:18 Ibhayibhile (XHO96)

Oku kwabangela okokuba amaJuda afune ngakumbi ukumbulala uYesu. Wayengachithanga uMhla wawo wokuPhumla kuphela, kodwa wayezilinganise nokuzilinganisa noThixo ngokuthi uThixo unguYise.

Uyohane 5

Uyohane 5:12-21