Uyohane 5:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Kwathi emva koko kwabakho itheko lamaJuda, waza uYesu waya eJerusalem.

2. EJerusalem kukho ichibi leegusha elibizwa ngokuba yiBhetesda ngesiHebhere. Ngakulo kukho iivaranda ezintlanu.

Uyohane 5