Uyohane 3:8 Ibhayibhile (XHO96)

Umoya uphephezela apho uthanda khona, ùsive isandi sawo, kodwa ùbe ungawazi apho úvela khona nalapho úya khona. Bakwanjalo ke bonke abazelwe nguMoya kaThixo.”

Uyohane 3

Uyohane 3:1-12