Uyohane 3:36 Ibhayibhile (XHO96)

Othe wakholwa kuNyana, unobomi obungonaphakade. Othe akamthobela uNyana, akayi kubona bomi; ingqumbo kaThixo ihlala ihleli phezu kwakhe.”

Uyohane 3

Uyohane 3:27-36