Uyohane 3:26 Ibhayibhile (XHO96)

Baya kuYohane ke, bathi kuye: “Mfundisi, laa mntu wayekunye nawe phesheya kweJordan, lowa umngqineleyo, úyabhaptiza, kwaye baya kuye bonke abantu.”

Uyohane 3

Uyohane 3:22-31