Uyohane 2:9 Ibhayibhile (XHO96)

yaza injoli yawangcamla amanzi ajikwe aba yiwayini, koko ingazi apho ivela khona le wayini. Yayizizicaka kuphela ezazisazi, kuba ayekhiwe zizo amanzi. Injoli ke yambiza umyeni,

Uyohane 2

Uyohane 2:6-19