Uyohane 2:22 Ibhayibhile (XHO96)

Kwathi akuvuka kwabafileyo, bakhumbula abafundi bakhe okokuba wayekuthethile oku, baza bakholwa ziziBhalo nangamazwi awawathethayo uYesu.

Uyohane 2

Uyohane 2:14-25