Uyohane 2:20 Ibhayibhile (XHO96)

Aza athi amaJuda: “Ukwakhiwa kwale ndlu kwaba yiminyaka emashumi mane anesithandathu. Ngaba wena ungayivusa na ngeentsuku ezintathu?”

Uyohane 2

Uyohane 2:10-23