Uyohane 19:13 Ibhayibhile (XHO96)

Akuyiva le nto, uPilato wamkhuphela ngaphandle uYesu, waya kuchopha esihlalweni sokugweba, endaweni ekuthiwa nguMgangatho waMatye, ngesiHebhere kuthiwa yiGabhata.

Uyohane 19

Uyohane 19:10-16