Uyohane 19:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Waza uPilato wayalela ukuba uYesu makakatswe.

2. Amajoni oluka isithsaba sameva, amfaka sona entloko, amambathisa ngengubo ebomvu,

3. amana esithi kuye: “Aa! Kumkani wamaJuda!” Aza ambetha.

Uyohane 19