Uyohane 18:2 Ibhayibhile (XHO96)

UJudas, umngcatshi wakhe, naye wayeyazi loo ndawo, kuba uYesu nabafundi bakhe babedla ngokuhlangana kuyo.

Uyohane 18

Uyohane 18:1-5