Uyohane 14:17 Ibhayibhile (XHO96)

Lo Mmeli nguMoya wenyaniso, lowo ihlabathi lingenako ukumamkela, kuba lingenako ukumbona, lingamazi nokumazi. Nina ke niyamazi, kuba uhleli nani, eya kuba ngaphakathi kuni.

Uyohane 14

Uyohane 14:15-26