Uyohane 12:38 Ibhayibhile (XHO96)

Le nto yênzeka izalisekisa oko kwathethwayo *ngumshumayeli uIsaya esithi:“Nkosi, ngubani na okholiweyo ludaba lwethu?Amandla eNkosi ngaba atyhileke kubani na?”

Uyohane 12

Uyohane 12:37-42