Uyohane 11:54 Ibhayibhile (XHO96)

Ke ngoko uYesu akabanga sahamba ekuhleni kwelakwaJuda, kodwa wemka waya ngasentlango, kwidolophu ekuthiwa yeyakwaEfrayim, wahlala khona apho enabafundi bakhe.

Uyohane 11

Uyohane 11:51-57