Uyohane 11:25 Ibhayibhile (XHO96)

Waza wathi kuye uYesu: “Ndim uvuko; ndim ubomi. Lowo ukholwayo kum wodla ubomi nokuba ebefile.

Uyohane 11

Uyohane 11:20-26