Uyohane 11:11-13 Ibhayibhile (XHO96)

11. Akuba etshilo, waqokela wathi: “Umhlobo wethu uLazaro ulele; ndisaya kumvusa.”

12. Baza bathi kuye abafundi: “Nkosi, ukuba ulele, uya kuvuka.”

13. Kanti ke uYesu wayethetha okokuba uLazaro uswelekile, kodwa bona babeba uthetha ukuthi ulele ubuthongo.

Uyohane 11