UNataniyeli wathi kuye: “Ùndazela phi na?”UYesu wamphendula wathi: “Wena ndakubona usephantsi komkhiwane, engekakubizi uFilipu.”