Akubheka uYesu, wabona ukuba bayamlandela, waza wathi kubo “Ngaba nifuna ntoni na?”Baza bathi kuye: “Mfundisi, uhlala phi na?”