Uyohane 1:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Ekuqaleni, kungekadalwa, wayeselekho uLizwi. ULizwi lo wayekunye noThixo, naye ngokwakhe enguThixo.

2. Yena wayekunye noThixo kwasekuqalekeni.

Uyohane 1