Ngaba likhe likhonye na iqwarha ikho ingca eluhlaza?Khona, yona inkomo uthi inganxakama zikho iindiza?