Uyobi 6:17-19 Ibhayibhile (XHO96)

17. kodwa lithi lakubalela aphele,lakuba shushu asuke ome qoko!

18. Iinqwelo ziyaphambuka endleleni yazo, ziye kuyo,kodwa zifike zife namthanyana kuba kusenkangala.

19. Iinqwelo zaseTema zikhangela amanzi,nabahambi baseShebha baphunguza benethemba.

Uyobi 6