Uyobi 40:20-22 Ibhayibhile (XHO96)

20. Ukutya kwayo kufumaneka ezintabeni phaya,apho zidloba-dloba khona izilwanyana.

21. Ungafika ingqengqe phantsi kwamatyholo akhula ngasemanzini,okanye izimele ezingcongolweni, emgxobhozweni phaya.

22. Ewe, iphumla emthunzini wamatyholo entlanjeni phaya,ufike ijikelezwe yimingcunube.

Uyobi 40