Uyobi 38:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Ke *uNdikhoyo waphendula esesaqhwithini, wathetha noYobi wathi:

2. “Wena kuxa ungubani, ukuba ude ufune ukulenza mfiliba icebo lam?Mazwi mani wona la, engenalwazi nje?

3. Khawuqule, ume njengendoda;mna ndiza kukubuza, wena ke uphendule.

Uyobi 38