Uyobi 36:4-6 Ibhayibhile (XHO96)

4. Kaloku akukho buxoki kula mazwi am –ophakathi kwenu unolwazi olugqibeleleyo.

5. UThixo womelele, kodwa akadeleli mntu;unamandla, nolwazi lwakhe alugungqi.

6. Izikhohlakali akaziyeki zidle ubomi,kodwa uyabazelelela abo bahlelelekileyo.

Uyobi 36