Uyobi 36:23-25 Ibhayibhile (XHO96)

23. UThixo akaxelelwa mntu amakakwenze;ngubani onokuthi kuye: ‘Wenze okugwenxa’?

24. Khumbula uwuphakamise umsebenzi wakhe,lowo abantu bawubongayo ngeengoma.

25. Bonke abantu bayayibona imisebenzi yakhe,noxa beyibona bekude nje.

Uyobi 36