Uyobi 31:9-11 Ibhayibhile (XHO96)

9. “Ukuba ngaba ndikhe ndancwasa omnye umfazi,okanye ndaya kumxhwarhela ngasemasangweni ommelwane,

10. umfazi wam ngamana wagubela enye indoda;ewe, ngamana wambathwa bantu bambi.

11. Kuba eso ingaba sisenzo esigwenxa,ingaba lityala elifanelwe kukugwetywa.

Uyobi 31