2. Ke, siyintoni isabelo somntu kuThixo?Liyintoni ilifa kuSomandla kweliphezulu?
3. Abangalunganga ubathwaxa ngezibetho,aze abo bangamatshijolo abayekele ngentlekele.
4. Andithi na kaloku yena uyazazi iindlela zam,ewabala onke amanyathelo am?
5. âNdiqinisekile andizange ndenze buqhophololo,ndingazanga ndakhohlisa mntu.
6. Makhe ndibekwe esikalini kungekho xanasiukuze uThixo aqonde ukuba ndimsulwa.
7. Ukuba ngaba nditenxile endleleni,ndaza ke ndabhaduliswa yiminqweno,okanye ukuba izandla zam zidyojwe bububi,