Uyobi 3:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Emva koko ke uYobi wathetha wawuqalekisa umhla awazalwa ngawo.

2. Ewe, uYobi uvakele esithi:

3. “Ngamana zange wathwasa umhla endazalwa ngawo;nditsho nobo busuku apho kwathiwa: ‘Namhlanje kukhawulwe indoda!’

Uyobi 3