Uyobi 29:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Ke kaloku uYobi wathathisa wathetha wenjenje:

2. “Awu, akwaba ibinokubuyiselwa kum imihla yamandulo,ngokuya uThixo wayesandilondolozile,

3. xenikweni isibane sakhe besikhanya phezu kwentloko yam,xa ndanditabhata nasebumnyameni endikhanyisela.

Uyobi 29