Uyobi 25:5-6 Ibhayibhile (XHO96)

5. Kaloku nenyanga ngokwayo ayiqaqambanga kangako phambi kwakhe;kanti neenkwenkwezi ezi azingcwenganga kangako kuye.

6. Kuxa engubani ke yena umntu, eyimpethu nje?Uthi unaxabiso lini unyana womntu kuThixo, engumbungu nje?”

Uyobi 25