Uyobi 25:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Kwesi sithuba ke kuphendule uBhildadi umfo waseShuwa, wathi:

2. “Kaloku uThixo nguSomagunya, nguDuma-barhwaqele;yaye ke ulugcinile ucwangco kweliphezulu.

Uyobi 25