21. Kaloku sona siphanga abafazi abaziindlolo,singabenzeli inceba abahlolokazi.
22. Ngamandla akhe uThixo uyazishenxisa izihandiba;ewe, uThixo uthi akusebenzisa amandla akhe zitsho ziphelelwe lithemba lokudla ubomi.
23. UThixo noba angaziyeka zihlale zithe zava,kodwa usoloko ezijongile ukusuka nokuhlala kwazo.