Uyobi 23:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. UYobi uphendule wenjenje:

2. “Nanamhlanje ndisamkhalazela ndikrakra uThixo,kuba undiphethe gadalala nakuba sendincwina kangaka nje!

3. Akwaba bendimazi apho akhoyo,ndiyazi nendlela eya apho ahlala khona.

Uyobi 23