Uyobi 20:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Ke kaloku uZofare waseNama waphendula wathi:

2. “Ukudubeka kwam kundibangela ukuba mandiphendule;kunditsho ndikungxamele ukuthetha.

3. Ngale ndlela undigxeka ngayo uyandihlaza,kodwa ndiza kukuphendula ngengqiqo.

Uyobi 20