Uyobi 2:4 Ibhayibhile (XHO96)

USathana ke wamphendula uNdikhoyo wathi: “Hayi kaloku, isikhumba ngesikhumba! Umntu angancama yonke into anayo ngenxa yobomi bakhe.

Uyobi 2

Uyobi 2:1-6