Uyobi 17:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. “Umoya wam wonakele, nemihla yam iphelile;ngoku sending'ong'ozelwe lingcwaba.

2. Inene, ngapha nangapha ndiphahlwe ngabandigculelayo;ewe, ndijongene nentiyo yabo.

3. “Nceda, Thixo, undibekele isibambiso.Kakade ke ibingubani omnye ongandikhuselayo?

Uyobi 17