Uyobi 15:10-12 Ibhayibhile (XHO96)

10. Thina sineengwevu namadoda amakhulu,amadala nditsho nakuyihlo.

11. Kutheni ukuba unganeli yintuthuzelo kaThixo,okanye ngala mazwi sikubongoza ngawo?

12. Yintoni le ikulahlekisa kangaka?Atshawuziswa yintoni amehlo akho?

Uyobi 15