Uyobi 1:7 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo ke wathi kuSathana: “Uvela phi wena?”Ke yena uSathana waphendula uNdikhoyo wathi: “Ndivela ekubhaduleni, ndisihla ndinyuka, ndijikeleza ehlabathini.”

Uyobi 1

Uyobi 1:5-13