Urute 4:19-22 Ibhayibhile (XHO96)

19. uRam uzele uAminadabhi;

20. uAminadabhi uzele uNashon; uNashon uzele uSalman;

21. uSalman uzele uBhowazi; uBhowazi uzele uObhedi;

22. uObhedi uzele uJese; uJese uzele uDavide.

Urute 4