Abafazi balapho bathi: “UNawomi unomntwana oyinkwenkwe.” Baza bamthiya igama, bathi nguObhedi.UObhedi yena ngulo wazala uJese uyise kaDavide.