Urute 2:8 Ibhayibhile (XHO96)

UBhowazi wathi kuRute: “Uyabona ke, ntombi yam, uzungemki apha, ungabi saya kubhikica kumasimi abanye abantu. Uze uncamathele kwiintombi ezi zisebenza kula masimi am.

Urute 2

Urute 2:4-11