UmMowabhikazi uRute wathi kuNawomi: “Mandikhe ndiye emasimini, ndibhikice kulaa ngqolowa ivunwayo, ndikhwahlaze emva komntu ondivumelayo.”“Hayi kulungile, ungahamba, mntwan' am,” watsho uNawomi.